Disemba 26– Januwari 1
ISAYA 17-23
Ingoma 123 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ukulisebenzisa Kakubi Igunya Kuya Kukubangela Uphulukane Nalo”: (imiz. 10)
Isa 22:15, 16—UShebhena walisebenzisela iinjongo zakhe igunya (ip-1 238 ¶16-17)
Isa 22:17-22—UYehova wabeka uEliyakim esikhundleni sikaShebhena (ip-1 238-239 ¶17-18)
Isa 22:23-25—Oko kwehlela uShebhena kusifundisa izinto ezibalulekileyo (w07 1/15 8 ¶6; ip-1 240-241 ¶19-20)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Isa 21:1—Nguwuphi ummandla ekuthiwa ‘yintlango yaselwandle,’ kwaye kutheni kusitshiwo? (w06 12/1 11 ¶2)
Isa 23:17, 18—Ingeniso yemali eTire yaba ‘yinto engcwele njani kuYehova’? (ip-1 253-254 ¶22-24)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Isa 17:1-14
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) bh—Sebenzisa ividiyo ethi, Kutheni Ufanele Ufunde IBhayibhile? ukuze uhambise incwadi. (Phawula: Sukuyidlala le vidiyo kwintetho yakho.)
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) bh—Qalisa isifundo emnyango, beka isiseko sokubuyela.
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) lv 150-151 ¶10-11—Bonisa indlela yokufikelela intliziyo.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ngaba Uza ‘Kuhlala Ulindile’?: (imiz. 8) Intetho enikelwa ngumdala esekelwe kwiMboniselo kaMatshi 15, 2015, iphepha 9-14. Bakhuthaze ukuba bahlale belindile, njengoko wenzayo umlindi kumbono kaIsaya neentombi ezintlanu zomzekeliso kaYesu.—Isa 21:8; Mt 25:1-13.
Okufezwe Yintlangano: (imiz. 7) Dlala ividiyo ethi Okufezwe Yintlangano ngoDisemba.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 6 ¶1-7 “neCandelo 2—Ukushumayela NgoBukumkani—Kushunyayelwa Iindaba Ezilungileyo Emhlabeni Wonke”
Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 141 Nomthandazo