Intsapho iyacula xa iqhuba unqulo lwentsapho eMzantsi Afrika

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Disemba 2018

Iincoko Onokuzisebenzisa

Iincoko onokuzisebenzisa ezithetha ngesizathu sokuba uThixo asidale nangento asithembise yona kwixesha elizayo.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Umtshutshisi Okhohlakeleyo Uba Lingqina Elikhutheleyo

Ukuba usafundelwa iBhayibhile kodwa awukabhaptizwa, ngaba uza kufana noSawule, ukhawuleze wenze isigqibo ngento oyifundayo?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UBharnabhas NoPawulos Benza Abafundi Kwiindawo Ezikude

Nakuba babetshutshiswa kakhulu, uBharnabhas noPawulos basebenza nzima ukuze bancede abantu abalulamileyo ukuba bahlale kubuKristu.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ukuphucula Ubuchule Bethu Bokushumayela, Ukunceda ‘Abafanelekayo’ Babe Ngabafundi

Sisebenza njani noYehova xa sisenza abafundi?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Benza Isigqibo Besebenzisa ILizwi LikaThixo, Baza Bavumelana

Sinokufunda ntoni kwindlela eyalungiswa ngayo le meko?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Mculele Uvuya UYehova

Ukucula iingoma zoBukumkani kusinceda njani?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Shumayela Uze Ufundise Njengompostile UPawulos

Singenza njani njengompostile uPawulos xa sishumayela?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Zilumkeleni Nina Nawo Wonke Umhlambi”

Abadala bayondla, bakhusele baze bakhathalele umhlambi, bekhumbula ukuba mvu nganye yayithengwe ngegazi likaKristu elixabisekileyo.