Disemba 10-16
IZENZO 12–14
Ingoma 60 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UBharnabhas NoPawulos Benza Abafundi Kwiindawo Ezikude”: (imiz. 10)
IZe 13:2, 3—UYehova wakhetha uBharnabhas noPawulos ukuba benze umsebenzi okhethekileyo (bt 86 ¶4)
IZe 13:12, 48; 14:1—Baninzi abantu abaguqukayo ngenxa yokusebenza kwabo nzima (bt 95 ¶5)
IZe 14:21, 22—UBharnabhas noPawulos bakhuthaza abafundi abatsha (w14 9/15 13 ¶4-5)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
IZe 12:21-23—Sifunda ntoni kwinto eyenzeka kuHerode? (w08 5/15 32 ¶7)
IZe 13:9—Kutheni uSawule ‘ekwabizwa ngokuba nguPawulos’? (Ingcaciso yebinzana elithi “USawule, okwanguPawulos” nelithi “UPawulos” elikwiZe 13:9)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) IZe 12:1-17
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala.
Ividiyo Yokubuyela Okokuqala: (imiz. 5) Yidlale nize nithethe ngayo.
Intetho: (imiz. 6 nangaphantsi) bt 78-79 ¶8-9—Umxholo: Thandazela Abazalwana.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Ukuphucula Ubuchule Bethu Bokushumayela—Ukunceda ‘Abafanelekayo’ Babe Ngabafundi”: (imiz. 15) Dlala nize nithethe ngevidiyo ethi UYehova Uya Kukunceda.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 17 isiqe. 11-22
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 55 Nomthandazo