Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UPawulos noBharnabhas bami phambi koSergiyo Pawulos

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | IZENZO 12–14

UBharnabhas NoPawulos Benza Abafundi Kwiindawo Ezikude

UBharnabhas NoPawulos Benza Abafundi Kwiindawo Ezikude

13:12, 48; 14:1, 21, 22

Nakuba babetshutshiswa kakhulu, uBharnabhas noPawulos basebenza nzima ukuze bancede abantu abalulamileyo ukuba bahlale kubuKristu

  • Babeshumayela kubo bonke abantu

  • Bakhuthaza abafundi abatsha ukuba ‘bahlale elukholweni’