Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Disemba 17-23

IZENZO 15–16

Disemba 17-23
  • Ingoma 96 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Benza Isigqibo Besebenzisa ILizwi LikaThixo, Baza Bavumelana”: (imiz. 10)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • IZe 16:6-9​—Esi sibhalo sisifundisa ntoni ngokuyandisa inkonzo yethu? (w12 1/15 10 ¶8)

    • IZe 16:37​—Umpostile uPawulos wakusebenzisa njani ukuba ngumRoma kwakhe ukuze andise iindaba ezilungileyo? (Ingcaciso yebinzana elithi “singabantu abangamaRoma” elikwiZe 16:37)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) IZe 16:25-40

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 74

  • Mculele Uvuya UYehova”: (imiz. 15) Dlala nize nithethe ngevidiyo ethi Abantwana Abadumisa UYehova Ngomculo. Xa uza kugqiba, bacele ukuba baphakame bacule nevidiyo ethi Ingoma 084 Zincame.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) cf isahl. 1 isiqe. 1-7

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 102 Nomthandazo