Benza Isigqibo Besebenzisa ILizwi LikaThixo, Baza Bavumelana
Sinokufunda ntoni kwindlela eyalungiswa ngayo le meko?
15:1, 2—Thobeka, ube nomonde. Kunokuba bazilungisele ngokwabo le ngxaki, uPawulos noBharnabhas bafuna ukukhokelwa yintlangano kaYehova.
15:28, 29—Themba intlangano kaThixo. Ibandla laliqinisekile ukuba uYehova uza kuzilungisa izinto esebenzisa umoya wakhe oyingcwele noKristu uYesu.
16:4, 5—Thobela. Amabandla akhula akulandela ulwalathiso lwequmrhu elilawulayo.