Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Disemba 24-30

IZENZO 17–18

Disemba 24-30
  • Ingoma 78 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Shumayela Uze Ufundise Njengompostile UPawulos”: (imiz. 10)

    • IZe 17:2, 3​—UPawulos wayesebenzisa iZibhalo xa efundisa (Ingcaciso yebinzana elithi “waqiqa” elikwiZe 17:2, nelithi “engqina ngeembekiselo” elikwiZe 17:3)

    • IZe 17:17​—UPawulos wayeshumayela naphi na apho kukho abantu (Ingcaciso yebinzana elithi “nakwindawo yemarike” elikwiZe 17: 17)

    • IZe 17:22, 23​—UPawulos wayeqaphela aze akhangele izinto avana ngazo nomntu athetha naye (Ingcaciso yebinzana elithi “Kongaziwayo uThixo” elikwiZe 17:23)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • IZe 18:18​—Singathini ngesifungo esenziwa nguPawulos? (w08 5/15 32 ¶5)

    • IZe 18:21​—Singenza njani ukuze sifane noPawulos xa sisenzela uThixo izinto? (Ingcaciso yebinzana elithi “ukuba uYehova uyathanda” elikwiZe 18:21)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) IZe 17:1-15

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 70

  • Shumayela Uze Ufundise Kakuhle Iindaba Ezilungileyo: (imiz. 15) Dlala ividiyo ethi UNqulo LweNtsapho: UPawulos—Wazishumayela Ngokucokisekileyo Iindaba Ezilungileyo nize nithethe ngayo. Emva koko buza le mibuzo: Le ntsapho iye yabona njani ukuba kufuneka iphucule indlela eshumayela ngayo? Zeziphi izinto ezenziwa nguPawulos abazenzayo nabo? UYehova wabasikelela njani? Zeziphi ezinye iindlela zokwenza unqulo lwentsapho onokuzisebenzisa?

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) cf isahl. 1 isiqe. 8-15

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 151 Nomthandazo