Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | IZENZO 17–18

Shumayela Uze Ufundise Njengompostile UPawulos

Shumayela Uze Ufundise Njengompostile UPawulos

17:2, 3, 17, 22, 23

Singazenza njani izinto njengompostile uPawulos?

  • Singasebenzisa iZibhalo ukuze sibenze abantu bacinge, loo nto siyenza ngendlela elungele abantu esithetha nabo.

  • Sinokushumayela apho abantu bafumaneka khona nangexesha abafumaneka ngalo.

  • Sinokwamkela izinto ezikholelwa ngabo ukuze sikhangele izinto esivana ngazo.