Disemba 3-9
IZENZO 9–11
Ingoma 115 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Umtshutshisi Okhohlakeleyo Uba Lingqina Elikhutheleyo”: (imiz. 10)
IZe 9:1, 2—USawule wabatshutshisa kakhulu abafundi bakaYesu (bt 60 ¶1-2)
IZe 9:15, 16—USawule wakhethwa ukuba ashumayele ngoYesu (w16.06 4 ¶4)
IZe 9:20-22—USawule waba lingqina elikhutheleyo (bt 64 ¶15)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
IZe 9:4—Kwakutheni ukuze uYesu athi kuSawule: “Kutheni unditshutshisa nje?” (bt 60-61 ¶5-6)
IZe 10:6—Yintoni eyenza yabaluleka into yokuba umpostile uPetros ahlale kunye nomsuki? (Ingcaciso yebinzana elithi “USimon othile, umsuki” elikwiZe 10:6)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) IZe 9:10-22
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 4) Yidlale nize nithethe ngayo.
Xa Ubuyela Okokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala.
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) jl isifundo 6
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Iimfuno Zebandla: (imiz. 8)
Okufezwe Yintlangano: (imiz. 7) Dlala ividiyo ethi Okufezwe Yintlangano, ekaDisemba.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 17 isiqe. 1-10
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 59 Nomthandazo