UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Februwari 2016
Iintshayelelo Onokuzisebenzisa
Amacebiso okuhambisa uVukani! nencwadana ethi Phulaphula UThixo Uze Uphile Ngonaphakade. Sebenzisa imizekelo ukuze wenze eyakho intshumayelo.
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
UNehemiya Wayeluthanda Unqulo Lokwenyaniso
Yiba nomfanekiso-ngqondweni wemizamo yakhe enyanisekileyo yokuphinda akhe iindonga zaseYerusalem nokuhambisela phambili unqulo lokwenyaniso. (Nehemiya 1-4)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
UNehemiya Wayengumveleli Obalaseleyo
Wanceda amaSirayeli ukuba aluvuyele unqulo lokwenyaniso. Yiba nomfanekiso-ngqondweni weziganeko ezenzeka eYerusalem ebudeni bukaTishri 455 B.C.E. (Nehemiya 8:1-18)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
Abakhonzi Abanyanisekileyo Baxhasa Amalungiselelo KaThixo
Ngomhla kaNehemiya, abantu bakaYehova ngokuzithandela babeluxhasa ngeendlela ezahlukahlukeneyo unqulo lokwenyaniso. (Nehemiya 9-
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Obona Bomi Bumnandi
Ulutsha olukwintlangano kaYehova lunamathuba amaninzi okunandipha ubomi obanelisayo. Sebenzisa imibuzo ukuze uxubushe ividiyo.
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
Izifundo Eziluncedo Esizifumana KuNehemiya
Yiba nomfanekiso-ngqondweni wenzondelelo kaNehemiya xa ethethelela unqulo lokwenyaniso. (Nehemiya 12-
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Bamemele ESikhumbuzweni Bonke Abantu Abakwintsimi Yakho!
Intshumayelo onokuyisebenzisa yesimemo seSikhumbuzo sika-2016. Landela amanyathelo okuhlakulela nawuphi na umdla onokuboniswa.
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
UEstere Wamela Abantu BakaThixo
Yiba nomfanekiso-ngqondweni wakhe enesibindi ukuze amele abantu bakaYehova. (Estere 1-5)