Februwari 29–Matshi 6
ESTERE 1–5
Ingoma 86 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UEstere Wamela Abantu BakaThixo”: (imiz. 10)
[Dlala ividiyo ethi Intshayelelo kaEstere.]
Est 3:5-9—UHaman wazama ukutshabalalisa abantu bakaThixo (ia 131 ¶18-19)
Est 4:11–5:2—Ukholo lukaEstere lwalomelele ngaphezu kokoyika ukufa (ia 125 ¶2; 134 ¶24-26)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Est 2:15—UEstere wakubonisa njani ukuthozama nokuzeyisa? (w06 3/1 9 ¶7)
Est 3:2-4—Yintoni esenokuba yabangela ukuba uMordekayi angavumi ukuqubuda kuHaman? (ia 131 ¶18)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: Est 1:1-15 (imiz. 4 nangaphantsi)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Hambisa incwadana ethi Phulaphula UThixo Uze Uphile Ngonaphakade. Beka isiseko sokubuyela.
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Yenza umboniso wendlela yokwenza ibuyelo kumntu othathe incwadana ethi Phulaphula UThixo Uze Uphile Ngonaphakade nize nincokole ngephepha 2-3. Beka isiseko sokubuyela.
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) Yenza umboniso wendlela yokuqhuba isifundo seBhayibhile usebenzisa iphepha 4-5 lencwadana ethi Phulaphula UThixo Uze Uphile Ngonaphakade. (km 7/12 6-7 ¶4)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ingoma 71
Iimfuno zebandla: (imiz. 10)
Uzuza Njani Kwindlela Entsha Eziqhutywa Ngayo Iintlanganiso Nakwincwadi Yazo?: (imiz. 5) Ingxubusho. Cela abaphulaphuli bagqabaze ngendlela mntu ngamnye aye wazuza ngayo kule ndlela intsha ziqhutywa ngayo iintlanganiso. Bakhuthaze bonke ukuba balungiselele kakuhle ukuze bazuze okungakumbi.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: ia isahl. 10 ¶1-11 nebhokisi ethi, “Yathatha Ixesha Elingakanani Imbalela yomhla kaEliya?” (imiz. 30)
Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 113 Nomthandazo