UNehemiya Wayengumveleli Obalaseleyo
UTishri, ngo-455 B.C.E.
-
Kusenokwenzeka ukuba ngesi sihlandlo uNehemiya wakhokela abantu ukuba bahlanganisane kunqulo lokwenyaniso.
-
Imiphumo yaba luvuyo olukhulu.
-
Iintloko-ntsapho zahlanganisana ukuze zibone ukuba zingawuthobela njani na ngakumbi uMthetho kaThixo.
-
Abantu balungiselela ukubhiyozela uMthendeleko Weminquba owawusisihlandlo sovuyo.