Februwari 20- 26
ISAYA 58-62
Ingoma 142 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Bhengeza Unyaka Wenkoliseko KaYehova”: (imiz. 10)
Isa 61:1, 2—UYesu wathanjiselwa “ukubhengeza unyaka wenkoliseko kaYehova” (ip-2 322 ¶4)
Isa 61:3, 4—UYehova ‘unemithi emikhulu yobulungisa’ ukuxhasa umsebenzi wakhe (ip-2 326-327 ¶13-15)
Isa 61:5, 6—“Abolunye uhlanga” basebenzisana “nababingeleli bakaYehova” kumsebenzi omkhulu wokushumayela (w12 12/15 25 ¶5-6)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Isa 60:17—Ziziphi iindlela uYehova awasizalisekisa ngayo esi sithembiso ngemihla yokugqibela? (w15 7/15 6-7 ¶14-17)
Isa 61:8, 9—Uyintoni ‘umnqophiso ohlala ngokungenammiselo,’ ibe ngoobani ‘inzala’? (w07 1/15 11 ¶5)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Isa 62:1-12
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) g17.1 ngaphandle
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) g17.1 ngaphandle
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 16 ¶19—Ukuba ukhona, umama makaqhubele intombi yakhe isifundo seBhayibhile.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Dlala Iividiyo Xa Usentsimini: (imiz. 6) Intetho. Dlala ividiyo ethi, Yintoni UBukumkani BukaThixo?. Bakhuthaze bonke ukuba badlale ividiyo xa behambisa uncwadi lwangoMatshi nangoAprili kutyelelo lokuqala okanye xa bebuyela.
“Luhambise Kakuhle Uncwadi LweBhayibhile”: (imiz. 9) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Ukusasaza Uncwadi LweBhayihile ECongo.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 8 ¶14-18, nebhokisi ethi “Kukhawuleziswa Umsebenzi Wokuguqulela IiBhayibhile” nethi “Buyinto Yokwenene Kangakanani UBukumkani Kuwe?”
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 114 Nomthandazo