Februwari 27– Matshi 5
ISAYA 63-66
Ingoma 19 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Amazulu Amatsha Nomhlaba Omtsha Aya Kubangela Imincili”: (imiz. 10)
Isa 65:17—“Izinto zangaphambili aziyi kukhunjulwa” (ip-2 383 ¶23)
Isa 65:18, 19—Abantu baza kube benemincili (ip-2 384 ¶25)
Isa 65:21-23—Ubomi buza kube busanelisa ibe abantu baza kuziva bekhuselekile (w12 9/15 9 ¶4-5)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Isa 63:5—UThixo uxhaswa njani ngumsindo wakhe? (w07 1/15 11 ¶6)
Isa 64:8—UYehova ulisebenzisa njani igunya lakhe njengoMbumbi? (w13 6/15 25 ¶3-5)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Isa 63:1-10
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Efe 5:33 —Fundisa Inyaniso.
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) 1Ti 5:8; Tit 2:4, 5—Fundisa Inyaniso.
Intetho: (imiz. 6 nangaphantsi) Isa 66:23; w06 11/1 30-31 ¶14-17—Umxholo: Ukuhlanganisana Ngokusisigxina.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Yibani Nemihlali Ngethemba Lenu” (Isa 65:17, 18; Rom 12:12): (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Yiba Nemihlali Ngalo Ithemba.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 9 ¶1-9 nesicangca esithi “Ulwando Ehlabathini lonke”
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 95 Nomthandazo