UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Februwari 2018
Iincoko Onokuzisebenzisa
Iincoko ezisekelwe kwimibuzo ethi: Ngaba iBhayibhile ingasinceda namhlanje? Ngaba iBhayibhile iyavumelana nesayensi? Ngaba icebiso leBhayibhile liyasebenza?
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
Umzekeliso Wengqolowa Nokhula
Yintoni efundiswa nguYesu kulo mzekeliso wekhula nengqolowa? Ngubani umhlwayeli, utshaba nabavuni?
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Oko Kuthethwa Yimizekeliso YoBukumkani Kuthi
UYesu wenza imizekeliso elula ukuze sifunde kwizinto ezinzima ezisinceda simthande ngakumbi uThixo. Sifunda ntoni kuMateyu isahluko 13?
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
Ukondla Abaninzi Ngezandla Zabambalwa
UYesu wayalela abafundi bakhe ukuba bondle abantu abaninzi, nangona babenezonka ezintlanu neentlanzi ezimbini kuphela. Kwenzeka ntoni emva koko ibe loo nto ithetha ntoni kuthi?
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Beka Uyihlo Nonyoko”
UYesu wagxininisa umyalelo othi: “Beka uyihlo nonyoko.” Ngaba lo myalelo ukhe uphelelwe lixesha?
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
Ucinga Njengabani?
Yintoni ekufuneka siyenze ukuba sifuna ukukhokelwa nguThixo? UYesu wathetha ngezinto ezintathu ezinokusinceda ukuze sicinge kakuhle.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ukuphucula Ubuchule Bethu Bokushumayela—Yisebenzise Kakuhle Imibuzo
UYesu wayesebenzisa imibuzo xa wayefundisa abantu. Sinokubuxelisa njani ubuchule bukaYesu bokufundisa entsimini?
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
Kuphephe Ukukhubeka Nokukhubekisa Abanye
UYesu wasebenzisa imizekeliso ukufundisa ngobunzulu bokukhubeka okanye ukukhubekisa abanye. Yintoni esenokukukhubekisa ebomini bakho?