Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Februwari 12-​18

Mateyu 14-15

Februwari 12-​18
  • Ingoma 20 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Ukondla Abaninzi Ngezandla Zabambalwa”: (imiz. 10)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni (imiz. 8)

    • Mat 15:7-9—Kutheni sifanele sikuphephe ukuzenza abantu esingengabo? (ingcaciso)

    • Mat 15:26—Kusenokwenzeka ukuba uYesu wayethetha ukuthini xa wasebenzisa igama elithi, ‘iinjana’? (ingcaciso)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Mat 15:1-20

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Incoko onokuyisebenzisa.

  • Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 5) Yidlale nize nincokole ngayo.

  • Intetho: (imiz. 6 nangaphantsi) w15 9/15 19 ¶14-17—Umxholo: Hlala Ujonge KuYesu Ukuze Womeleze Ukholo Lwakho

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 89

  • Yiba Ngumhlobo KaYehova—Ukuzenzela Abahlobo: (imiz. 7) Yidlale le vidiyo. Emva koko cela abantwana obakhethileyo ukuba beze eqongeni uze ubabuze le mibuzo ilandelayo: Kutheni ufanele uzenzele abahlobo nabantu abathanda uYehova? Yintoni onokuyifunda kubo?

  • Beka Uyihlo Nonyoko”: (imiz. 8) Ingxubusho. Dlala oopopayi abathi, Ndingathetha Njani Nabazali Bam?

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 4 isiqe. 1-11 *.

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 131 Nomthandazo

^ isiqe. 24 Incwadi: “Zigcineni Kuthando LukaThixo”