Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | MATEYU 16-17

Ucinga Njengabani?

Ucinga Njengabani?

16:21-23

  • Nangona uPetros wayethetha eneenjongo ezintle, uYesu wayilungisa ngokukhawuleza indlela acinga ngayo

  • UYesu wayesazi ukuba lalingekho ixesha lokuba abe “nobubele” kuye. Eyona nto yayifunwa nguSathana kukuba acinge ngesiqu sakhe.

16:24

UYesu wathetha ngezinto ezintathu ekufuneka sizenze ukuze senze ukuthanda kukaThixo. Kuthetha ukuthini?

  • Ukuzincama

  • Ukuthabatha isibonda sentuthumbo

  • Ukulandela uYesu ngokuqhubekayo