Februwari 5-11
MATEYU 12–13
Ingoma 151 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Umzekeliso Wengqolowa Nokhula”: (imiz. 10)
Mat 13:24-26—Umntu wahlwayela imbewu entle, ibe utshaba lwahlwayela ukhula (w13 7/15 9-10 ¶2-3)
Mat 13:27-29—Ingqolowa nokhula zakhula kunye de kwaba sekuvuneni (w13 7/15 10 ¶4)
Mat 13:30—Xa kuvunwa, abavuni baqala ngokuqokelela ukhula baza kamva bahlanganisa ingqolowa (w13 7/15 12 ¶10-12)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Mat 12:20—Sinokukulinganisa njani ukuba novelwano kukaYesu? (ingcaciso)
Mat 13:25—Sinokuyikholelwa into yokuba ngexesha lamandulo umntu wayehlwayela ukhula kwintsimi yomnye umntu? (w16.10 32)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Mat 12:1-21
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 4) Yidlale nize nincokole ngayo.
Xa Ubuyela Okokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Incoko onokuyisebenzisa.
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh iphe. 21-22 ¶10-12 *
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ingoma 98
Iimfuno Zebandla: (imiz. 5)
“Oko Kuthethwa Yimizekeliso YoBukumkani Kuthi”: (imiz. 10) Ingxubusho. Funda ngendlela le mizekeliso enokusinceda ngayo xa sishumayela.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv Isihlomelo iphe. 207-209 *
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 9 Nomthandazo
^ isiqe. 19 Yintoni Ngokwenene Efundiswa YiBhayibhile?
^ isiqe. 24 Incwadi: Zigcineni Kuthando LukaThixo