Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | ROMA 4-6

“UThixo Ubonakalisa Uthando Lwakhe Kuthi”

“UThixo Ubonakalisa Uthando Lwakhe Kuthi”

5:8, 18, 21

Intlawulelo inceda kucocwe igama likaYehova, ize ibonise ukuba nguye ofanele alawule, akakho onokulawula bhetele kunaye. Iyasinceda sibe ngabahlobo bakaYehova baze abo bammamelayo bakwazi ukuphila ngonaphakade.

Sinokubonisa njani ukuba siyambulela uYehova ngentlawulelo?

  • Xa sizinikela size sibhaptizwe sibonisa ukuba sinokholo yaye singabakaYehova

  • Xa sishumayela ngoBukumkani BukaThixo silandela umzekelo kaThixo wokubathanda kakhulu abantu.​—Mat 22:39; Yoh 3:16

Zeziphi ezinye iindlela endinokumbulela ngazo uYehova ngentlawulelo?