Februwari 18-24
ROMA 7–8
Ingoma 27 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ngaba ‘Ulinde Ngentumekelelo’?”: (imiz. 10)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Rom 8:6—Yintoni umahluko phakathi ‘kokunyamekela inyama’ ‘nokunyamekela umoya’? (w17.06 3)
Rom 8:26, 27—UYehova uyiphendula njani imithandazo ‘yokugcuma okungathethekiyo’? (w09 11/15 7 ¶20)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Rom 7:13-25 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yokubuyela Okokuqala: (imiz. 5) Yidlale nize nincokole ngayo.
Xa Ubuyela Okokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. (th isifundo 6)
Xa Ubuyela Okokuqala: (imiz. 5 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Thetha (ungayidlali) ngevidiyo ethi Yintoni Eyenziwayo Xa Kufundwa IBhayibhile? (th isifundo 9)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Hlala Ulinde Ngonyamezelo”: (imiz. 15) Dlala nize nincokole ngevidiyo ethi Simele ‘Sibaleke Ngonyamezelo’—Zixelele Ukuba Uza Kuwufumana Umvuzo.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) cf isahl. 4 isiqe. 1-10
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 72 Nomthandazo