Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Februwari 25–Matshi 3

ROMA 9–11

Februwari 25–Matshi 3
  • Ingoma 25 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Umzekeliso Womthi Womnquma”: (imiz. 10)

    • Rom 11:16​—Umthi womnquma ufuzisela ukuzaliseka kwenjongo kaThixo ngomnqophiso ka-Abraham (w11 5/15 23 ¶13)

    • Rom 11:17, 20, 21​—Abathanjiswa abafakwe kumthi womnquma wokomfuziselo kufuneka bahlale benokholo (w11 5/15 24 ¶15)

    • Rom 11:25, 26​—Inani elipheleleyo likaSirayeli wokomoya ‘liza kusindiswa’ (w11 5/15 25 ¶19)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Rom 9:21-23​—Kutheni kufuneka sivumele uYehova asibumbe? (w13 6/15 25 ¶5)

    • Rom 10:2​—Kutheni kufuneka siqiniseke ukuba sikhonza kuba sinolwazi oluchanileyo? (it-1-E 1260 ¶2)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bobuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Rom 10:1-15 (th isifundo 10)

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU