Januwari 16-22
ISAYA 34-37
Ingoma 31 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UHezekiya Wavuzwa Ngokholo Lwakhe”: (imiz. 10)
Isa 36:1, 4-10, 15, 18-20—Ama-Asiriya angcikiva uYehova aza asongela abantu bakhe (ip-1 386-388 ¶7-14)
Isa 37:1, 2, 14-20—UHezekiya wathembela kuYehova (ip-1 389-391 ¶15-17)
Isa 37:33-38—UYehova wabakhusela abantu bakhe (ip-1 391-394 ¶18-22)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Isa 35:8—Yayiyintoni ‘iNdlela Yobungcwele,’ ibe ngoobani ababekufanelekela ukuhamba ngayo? (w08 5/15 26 ¶4; 27 ¶2)
Isa 36:2, 3, 22—UShebhena wawumisela njani umzekelo womntu ofanele amkele isohlwayo? (w07 1/15 8 ¶6)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Isa 36:1-12
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Mat 24:3, 7, 14—Fundisa Inyaniso—Yenza amalungiselelo okubuyela.
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) 2Ti 3:1-5—Fundisa Inyaniso—Shiya ikhadi leJW.ORG.
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 31-32 ¶11-12—Mmemele kwiintlanganiso.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ingoma 91
“Owu Yehova, . . . Ndikholose Ngawe”: (imiz. 15) Imibuzo neempendulo. Qala ngokudlala ividiyo ethi “Owu Yehova, . . . Ndikholose Ngawe”—Icatshulwe.
Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 7 ¶1-9
Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 96 Nomthandazo