Januwari 2-8
ISAYA 24-28
Ingoma 12 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UYehova Uyabakhathalela Abantu Bakhe”: (imiz. 10)
Isa 25:4, 5—UYehova uligwiba kubantu abafuna ukumkhonza (ip-1 272 ¶5)
Isa 25:6—UYehova usigcinile isithembiso sakhe sokunika abantu bakhe intabalala yokudla kokomoya (w16.05 24 ¶4; ip-1 273 ¶6-7)
Isa 25:7, 8—Kungekudala isono nokufa ziza kupheliswa ngonaphakade (w14 9/15 26 ¶15; ip-1 273-274 ¶8-9)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Isa 26:15—Sinokumncedisa njani uYehova njengoko ‘esolulela kude imida yelizwe’? (w15 7/15 8 ¶18)
Isa 26:20—Yintoni efaniswa ‘namagumbi angaphakathi’ ekwaprofetwa ngawo? (w13 3/15 23 ¶15-16)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Isa 28:1-13
YIKHUTHALELE INTSIMI
Lungiselela Iintshumayelo Zale Nyanga: (imiz. 15) Ingxubusho esekelwe “Kwiintshayelelo Onokuzisebenzisa.” Dlala ividiyo yentshumayelo nganye onokuyisebenzisa uze emva koko uxubushe iingongoma eziphambili.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Iimfuno zebandla: (imiz.15) Ukuba uyathanda, xubusha nezifundo ezikwiNcwadi Yonyaka. (yb16 140-142)
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 6 ¶8-15 nebhokisi ethi, “Iindibano Zokuqala Ezafaka Umfutho Kumsebenzi Wokushumayela”
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 66 Nomthandazo