AmaNgqina ashumayela kufutshane neMonrovia, eLiberia

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Januwari 2018

Iincoko Onokuzisebenzisa

Iincoko onokuzisebenzisa ezithetha ngokubaluleka kweBhayibhile namhlanje.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“UBukumkani Bamazulu Busondele”

UYohane wayenezinto eziyimfuneko, ezinikele ngokupheleleyo ekwenzeni ukuthanda kukaThixo. Kweli xesha lethu, ukuba nezinto eziyimfuneko kunokusenza simkhonze ngakumbi uYehova.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Izinto Esizifunda KwiNtshumayelo KaYesu YaseNtabeni

Kuthetha ukuthini ukuphaphela intswelo yokomoya? Sinokuyiphucula njani indlela esifunda ngayo?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Xolelana Nomzalwana Wakho Kuqala—Njani?

Yintoni uYesu awayifundisayo ngokwenza uxolo nabazalwana nonqulo olwamkelekileyo kuThixo?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Qhubekani Nifuna Kuqala UBukumkani

Xa sithandaza, yintoni efanele ize kuqala?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Musani Ukuba Nexhala

KwiNtshumayelo yaseNtabeni, wayetheth’ ukuthini uYesu xa wayesithi musani ukuba nexhala?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UYesu Wayebathanda Abantu

Xa wayephilisa abantu, uYesu wayebonisa amandla akhe ibe okubaluleke nangakumbi wayebonisa indlela abathanda ngayo abantu nanovelwano ngayo.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UYesu Wayebahlaziya Abantu

Xa sibhaptizwa njengafundi bakaYesu, sithatha idyokhwe yakhe ngokuqalisa umsebenzi oneengxaki, kodwa loo msebenzi uyahlaziya.