Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Januwari 1-7

MATEYU 1–3

Januwari 1-7
  • Ingoma 99 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UBukumkani Bamazulu Busondele”: (imiz. 10)

    • [Dlala ividiyo ethi, Intshayelelo KaMateyu.]

    • Mat 3:1, 2—UYohane umBhaptizi wathi uMlawuli woBukumkani bamazulu wayeza kubonakala (ingcaciso kaMateyu 3: 1, 2)

    • Mat 3:4—UYohane umBhaptizi wayenezinto eziyimfuneko, ibe wayezinikele ngokupheleleyo ekwenzeni ukuthanda kukaThixo (umfanekiso kaMateyu 3:4)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni (imiz. 8)

    • Mat 1:3—Isenokuba sisiphi isizathu sokuqukwa kwamabhinqa amahlanu kumnombo kaYesu onamadoda odwa okuMateyu? (ingcaciso kaMateyu 1:3)

    • Mat 3:11—Sazi njani ukuba xa umntu ebhaptizwa kufuneka antywiliselwe emanzini? (ingcaciso kaMateyu 3:11)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Mat 1:1-17

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 101

  • Ingxelo Yonyaka Wenkonzo: (imiz. 15) Intetho enikelwa ngumdala. Emva kokufunda ileta esuka kwiofisi yesebe ethetha ngengxelo yonyaka wenkonzo, ncokola nabavakalisi obakhethe kwangaphambili abanamava amnandi entsimi ebudeni bonyaka odlulileyo.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 2 isiqe. 1-11 *

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 86 Nomthandazo

^ isiqe. 23 Zigcineni Kuthando LukaThixo