Januwari 15-21
MATEYU 6-7
Ingoma 40 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Qhubekani Nifuna Kuqala UBukumkani”: (imiz. 10)
Mat 6:10—UBukumkani yenye yezinto ekuthethwe ngazo ekuqaleni komthandazo ongumzekelo, okubonisa indlela obubaluleke ngayo (bh iphe. 169 ¶12)
Mat 6:24—Asinakukhonza uThixo nobuTyebi (ingcaciso)
Mat 6:33—UYehova uza kubanika zonke izinto abazidingayo abakhonzi bakhe ababeka uBukumkani kuqala ebomini babo (ingcaciso; w16.07 iphe. 12 ¶18)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Mat 7:12—Sinokuyisebenzisa njani le vesi xa silungiselela iintshayelelo zentsimi? (w14 5/15 iphe. 14-15 ¶14-16)
Mat 7:28, 29—Zaba njani izihlwele yindlela uYesu awayefundisa ngayo, ibe ngoba? (ingcaciso)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Mat 6:1-18
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Qala ngokwenza umboniso. Phendula kwinto edla ngokuthethwa ngabantu abachasayo kwintsimi yenu.
Xa Ubuyela Okokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Qala ngokwenza umboniso. Umntu ubuthethe naye akakho, kodwa uvulelwa sisizalwana sakhe.
Xa Ubuyela Okwesibini: (imiz. 5) Dlala ividiyo nize nincokole ngayo.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Musani Ukuba Nexhala”: (imiz 15) Ingxubusho. Qala ngokudlala ividiyo ethi, Izifundo Esizifumana Kumazwi KaYesu—Jongani Iintaka Neenyibiba.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 3 isiqe. 1-7 nebhokisi ethi “Ngumntu Onjani Ongumhlobo Olungileyo?” *
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 87 Nomthandazo
^ isiqe. 23 Incwadi: “Zigcineni Kuthando LukaThixo”