Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Januwari 22-28

MATEYU 8-9

Januwari 22-28
  • Ingoma 84 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UYesu Wayebathanda Abantu”: (imiz. 10)

    • Mat 8:1-3—UYesu wabonisa uvelwano olungaqhelekanga kwindoda eneqhenqa (ingcaciso kaMateyu 8:3)

    • Mat 9:9-13—UYesu wayebathanda abo babengathandwa ngabantu (ingcaciso kaMateyu 9:10)

    • Mat 9:35-38—Ukuthanda kukaYesu abantu kwamenza washumayela iindaba ezilungileyo kwanaxa wayediniwe ibe kwamenza wathandazela abasebenzi abangakumbi (ingcaciso kaMateyu 9:36)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Mat 8:8-10—Yintoni esinokuyifunda kwincoko ephakathi kukaYesu negosa lasemkhosini? (w02 8/15 iphe. 13 ¶16)

    • Mat 9:16, 17—Wayefundisa ntoni uYesu ngale mizekeliso mibini? (jy-E iphe. 70 ¶6)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile (imiz. 4 nangaphantsi) Mat 8:1-17

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Xa Ubuyela Okwesibini: (imiz. 3 nangaphantsi) Qala ngokwenza umboniso. Mmemele kwiintlanganiso.

  • Xa Ubuyela Okwesithathu (imiz. 3 nangaphantsi) Khetha isibhalo ofuna ukusisebenzisa uze uhambise enye yeencwadi ezisetyenziswayo xa kuqhutywa isifundo seBhayibhile.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh iphe. 44-45 ¶18-19 *

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 19

  • ‘Ngokuqinisekileyo UThixo Umenze INkosi NoKristu’—Inxalenye 1: (imiz. 15) Ingxubusho. Emva kokufunda uMateyu 9:18-25 nokubukela le vidiyo, buza le mibuzo:

    • UYesu wabonisa njani ukuba wayelikhathalele ibhinqa elaligula noYayiro?

    • Le ngxelo ikwenza uzijonge njani iziprofeto eziseBhayibhileni zexesha elizayo xa kulawula uBukumkani?

    • Ziziphi ezinye iindlela esinokubathanda ngazo abantu njengoYesu?

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 3 isiqe. 8-15 nebhokisi ethi “Indlela Esabakha Ngayo Ubuhlobo *. Sisenokukhetha ukuyifunda okanye singayifundi ibhokisi nesihlomelo.

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 116 Nomthandazo

^ isiqe. 19 Incwadi: Yintoni Ngokwenene Efundiswa YiBhayibhile?

^ isiqe. 26 Incwadi: “Zigcineni Kuthando LukaThixo”