UYesu Wayebahlaziya Abantu
“Idyokhwe yam yeyobubele”
Njengomchweli, uYesu wayesazi ukuba yenziwa njani idyokhwe, mhlawumbi yayisongelwa ngelaphu okanye ufele ukuze angatyabuki umntu oyithweleyo. Xa sibhaptizwa njengafundi bakaYesu, sithatha idyokhwe yakhe ngokuqalisa umsebenzi oneengxaki, kodwa loo msebenzi uyahlaziya yaye uzisa iintsikelelo.
Ziziphi iintsikelelo oye wazifumana ngokuthwala idyokhwe kaYesu?