Januwari 8-14
MATEYU 4–5
Ingoma 93 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Izinto Esizifunda KwiNtshumayelo KaYesu YaseNtabeni”: (imiz. 10)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Mat 5:31-48
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Jonga iphepha lokuqala.
Xa Ubuyela Okokuqala (imiz. 5) Yidlale nize nincokole ngayo.
Intetho: (imiz. 6 nangaphantsi) w16.03 iphe. 31-32—Umxholo: Xa USathana Wayelinga UYesu, Ngaba Wamthabatha Wamsa Ngokoqobo Etempileni?
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Banoyolo Abo Baye Batshutshiswa Ngenxa Yobulungisa: (imiz. 9) Dlala ividiyo ethi, AbakwaNamgung: Babanjelwe Ukholo Lwabo, emva koko nithethe ngezinto enizifundileyo
“Xolelana Nomzalwana Wakho Kuqala—Njani?” (imiz. 6) Ingxubusho. Chaza ukuba kutheni izizivakalisi zesithathu kuphela ezichanileyo.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 2 isiqe. 12-21 nebhokisi yempinda ethi “Ubuya Kuthini Xa Uphendula?” *. Sisenokukhetha ukuyifunda okanye singayifundi ibhokisi nesihlomelo.
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 130 Nomthandazo
^ isiqe. 24 Incwadi: “Zigcineni Kuthando LukaThixo”