YIKHUTHALELE INTSIMI
Iincoko Onokuzisebenzisa
Utyelelo Lokuqala
Xa Ubuyela
Iphulo Lokumemela Abantu Esikhumbuzweni (Februwari 27–Matshi 27)
“Size kukumemela kwinkonzo ebalulekileyo ibe abantu abaninzi baza kuya kuyo. Kuza kubakho iSikhumbuzo sokufa kukaYesu. “ [Okanye usenokuthi “sikubhalela” okanye “sikufowunela kuba sikumemela kwinkonzo ebalulekileyo.”] Nika [okanye thumelela] umntu othetha naye isimemo. “Esi simemo sinexesha nendawo esiza kungenela kuyo thina [okanye sinendlela onokungena ngayo kwesi sikhumbuzo kwi-intanethi]. Sikumemela nakwintshumayelo eza kubakho kwiveki engaphambi kweyeSikhumbuzo.”
Umbuzo Wokubuyela, Ukuba Unomdla: Kwakutheni ukuze uYesu afe?