Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Januwari 4-10

LEVITIKUS 18-19

Januwari 4-10

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Ungayeki Ukuziphatha Kakuhle”: (imiz. 10)

  • Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)

    • Lev 19:9, 10​—UMthetho kaThixo wawubonisa njani ukuba ubakhathalele abantu abangathathi ntweni? (w06 6/15 22 ¶11)

    • Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Lev 18:1-15 (th isifundo 5)

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Utyelelo Lokuqala: Umthandazo​—Nd 65:2. Mane uyimisa ividiyo xa kuvela umbuzo, uze ubuze ibandla.

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. (th isifundo 3)

  • Intetho: (imiz. 5) w02 2/1 29​—Umxholo: Ngaba AmaKristu Kule Mihla Afanele Athobele UMthetho KaMoses Wokungatshati Abantu Azalana Nabo? (th isifundo 7)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU