Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Ungayeki Ukuziphatha Kakuhle

Ungayeki Ukuziphatha Kakuhle

UYehova akafuni siziphathe ngendlela abaziphatha ngayo abantu ehlabathini (Lev 18:3; w19.06 28 ¶1)

UYehova akabafuni abantu abenza isono esinjengokwabelana ngesondo nabo abazalana nabo, okanye nezilwanyana kunye namadoda alala namanye amadoda (okanye abafazi abalala nabanye abafazi) (Lev 18:6, 22, 23; w17.02 20 ¶13)

UYehova uza kulitshabalalisa eli hlabathi lingacocekanga esiphila kulo (Lev 18:24, 25; IMi 2:22; w14 7/1 7 ¶2)

USathana akafuni singene kwihlabathi elitsha likaThixo. Kodwa imigaqo kaYehova ingasikhusela kuwo onke amaqhinga kaMtyholi.

Singambonisa njani uYehova ukuba siyakucaphukela ukuziphatha kakubi?