Februwari 15-21
NUMERI 3-4
Ingoma 99 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Umsebenzi WabaLevi”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Num 4:15—Singabonisa njani ukuba siyamoyika uThixo? (w06 8/1 23 ¶13)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Num 4:34-49 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 2)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Uze umnike enye yeencwadi esifundisa ngazo. (th isifundo 15)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) fg isifundo 12 ¶8 (th isifundo 13)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ingxelo Yonyaka Wenkonzo: (imiz. 15) Intetho enikelwa ngumdala. Emva kokufunda ileta esuka kwiofisi yesebe ethetha ngengxelo yonyaka wenkonzo, ncokola nabavakalisi obakhethe kwangaphambili abanamava amnandi entsimi kunyaka odlulileyo.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr icandelo 2, isahl. 5 ¶1-8, qala udlale ividiyo yentshayelelo
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 63 Nomthandazo