Februwari 22-28
NUMERI 5-6
Ingoma 81 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ungawalinganisa Njani AmaNaziri?”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Num 6:6, 7—Kwakutheni ukuze uSamson ahlale engumNaziri nangona ebambe izidumbu zabantu ababuleleyo? (w05 1/15 30 ¶2)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Num 5:1-18 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Thetha ngevidiyo ethi Ngoobani AmaNgqina KaYehova? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 1)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Uze umnike enye yeencwadi esifundisa ngazo. (th isifundo 3)
Intetho: (imiz. 5) w06 1/15 32—Umxholo: Into Emangalisayo Ebonisa Ukuba IBhayibhile Iyinyani. (th isifundo 13)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Ngaba Uza Kuba Nguvulindlela Ongumncedani NgoMatshi Okanye NgoAprili?”: (imiz. 5) Ingxubusho.
Iphulo LeSikhumbuzo Liza Kuqala NgoMgqibelo, Februwari 27: (imiz. 10) Ingxubusho. Nika bonke abakhoyo isimemo seSikhumbuzo uze uthethe ngaso. Thetha nangendlela eniza kushumayela ngayo. Dlala ividiyo yendlela yokuqala incoko. Uze ubuze le mibuzo: Ividiyo ethi Khumbula Ukufa KukaYesu idlalwa xa kutheni? Umninimzi angawubonisa njani umdla?
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr isahl. 5 ¶9-16
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 36 Nomthandazo