Februwari 8-14
NUMERI 1-2
Ingoma 123 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UYehova Ubahlalisa Kakuhle Abantu Bakhe”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Num 1:2, 3—Kwakutheni ukuze amaSirayeli abhaliswe? (it-2-E 764)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Num 1:1-19 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Qalisa isifundo seBhayibhile, uze uthethe ngevidiyo ethi Yintoni Eyenziwayo Xa Kufundwa IBhayibhile? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 9)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Emva koko thetha ngento umninimzi anexhala layo, uze umbonise isibhalo esinokumnceda. (th isifundo 12)
Intetho: (imiz. 5) w08 7/1 21—Umxholo: Kutheni IBhayibhile Ithetha Ngezizwe ZakwaSirayeli Eziyi-12 Kodwa Zaziyi-13? (th isifundo 7)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Silungiselelwe Ukuba Sishumayele Ebantwini Bonke”: (imiz. 10) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Yiba Ngumhlobo kaYehova—Shumayela Ngolunye Ulwimi. Thetha nebandla ngezinye izinto ezikwiJW Language app.
Iimfuno Zebandla: (imiz. 5)
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr isahl. 4 ¶10-17
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 1 Nomthandazo