Januwari 11-17
LEVITIKUS 20-21
Ingoma 80 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UYehova Ufuna Abantu Bakhe Bohluke”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Lev 21:5—Kwakutheni ukuze uMthetho kaThixo ungakuvumeli ukuzisika emzimbeni? (it-1-E 563)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Lev 20:1-13 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yokubuyela: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Ividiyo Yokubuyela: Umthandazo—1Yo 5:14. Mane uyimisa ividiyo xa kuvela umbuzo, uze ubuze ibandla.
Xa Ubuyela: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. (th isifundo 6)
Xa Ubuyela: (imiz. 5) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Mnike incwadi ethi Iindaba Ezilungileyo, uze uqalise isifundo seBhayibhile kwisifundo 12. (th isifundo 19)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Khusela Umtshato Wakho”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Simele Sibaleke Sinyamezele—Thobela Imithetho Yogqatso.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr icandelo 1, isahl. 3 ¶1-10, nebhokisi 3A, qala udlale ividiyo yentshayelelo
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 94 Nomthandazo