Januwari 25-31
LEVITIKUS 24-25
Ingoma 144 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Unyaka Wenkululeko Nenkululeko Yethu Ezayo”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Lev 24:20—Ngaba iLizwi likaThixo liyakukhuthaza ukuziphindezela? (w09 9/1 22 ¶4)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Lev 24:1-23 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 16)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Mnike isimemo seentlanganiso zebandla, uze uthethe ngevidiyo ethi Yintoni Eyenzekayo EHolweni YoBukumkani? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 11)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) fg isifundo 12 ¶6-7 (th isifundo 14)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Iimfuno Zebandla: (imiz. 5)
“Siza Kuba Nenkululeko Ngenxa KaThixo NoKristu”: (imiz. 10) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Njengoko Kusondele Isaqhwithi, Hlala Ujonge KuYesu!—Ubomi Obuzayo.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr isahl. 3 ¶21-30
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 104 Nomthandazo