Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

AmaSirayeli abuyela kumakhaya neentsapho zawo ngoNyaka Wenkululeko

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UNyaka Wenkululeko Nenkululeko Yethu Ezayo

UNyaka Wenkululeko Nenkululeko Yethu Ezayo

UNyaka weNkululeko wawunceda amaSirayeli angasoloko esematyaleni ibe engamahlwempu (Lev 25:10; it-1-E 871; jonga umfanekiso ongaphandle)

Xa kuthengiswa umhlaba, ixabiso lalibekwa ngokweminyaka eshiyekileyo yokulima (Lev 25:15; it-1-E 1200 ¶2)

UYehova wayebasikelela abantu xa bethobela yonke imithetho yoNyaka weNkululeko (Lev 25:18-22; it-2-E 122-123)

Kungekudala, abantu abathembekileyo baza kuzifumana zonke izinto ezintle ezifana nezo zexesha loNyaka weNkululeko. Le nto iza kwenzeka xa bekhululwa esonweni nasekufeni​—Rom 8:21.

Mntu ngamnye ufanele enze ntoni ukuze afumane inkululeko ayithembisileyo uYehova?