Februwari 28–Matshi 6
1 SAMUWELI 9–11
Ingoma 121 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“USawule Wayengumntu Othobekileyo Ekuqaleni”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
1Sa 9:9—Kusenokwenzeka ukuba ayebonisa ntoni la mazwi? (w05 3/15 22 ¶8)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 1Sa 9:1-10 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
“Konwabele Ukushumayela—Nceda Abantu Obafundelayo Bangabi Nabahlobo Abangamkhonziyo UYehova”: (imiz. 10) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Nceda Abantu Obafundelayo Bangabi Nabahlobo Abangamkhonziyo UYehova.
Intetho: (imiz. 5) w15 4/15 6-7 ¶16-20—Umxholo: Izinto Ezinokukunceda Ubaqeqeshe Kakuhle Abanye. (th isifundo 19)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ingxelo Yonyaka Wenkonzo: (imiz. 15) Mayinikelwe ngumdala. Emva kokufunda ileta esuka kwiofisi yesebe ethetha ngengxelo yonyaka wenkonzo, ncokola nabavakalisi obakhethe kwangaphambili abanamava amnandi entsimi ebudeni bonyaka odlulileyo.
Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr isahl. 21 ¶7-12
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 123 Nomthandazo