Januwari 10-16
ABAGWEBI 17-19
Ingoma 88 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ukungawuthobeli Umthetho KaThixo Kubangela Iingxaki”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
ABa 19:18—Kutheni igama likaYehova lifakiwe ngoku kule Nguqulelo Yehlabathi Elitsha esisandobanayo? (w15 12/15 10 ¶6)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) ABa 17:1-13 (th isifundo 2)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yokubuyela: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Xa Ubuyela: UThixo Usikhathalele—Yer 29:11. Mane uyimisa ividiyo xa kuvela umbuzo, uze ubuze ibandla.
Xa Ubuyela: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. (th isifundo 6)
Xa Ubuyela: (imiz. 5) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mnike incwadana ethi Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade!, uze uqalise isifundo seBhayibhile kwisifundo 01. (th isifundo 13)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Yiba Ngumhlobo KaYehova—Thobela Abazali Bakho: (imiz. 10) Ingxubusho. Dlala ividiyo. Ukuba kunokwenzeka, cela abantwana obakhethileyo uze ubabuze le mibuzo: Yintoni eyenziwe nguSihle ebonisa ukuba khange ammamele umama wakhe? Uye wenza njani ukuze alungise impazamo yakhe? Kutheni kufuneka ubathobele abazali bakho?
Iimfuno Zebandla: (imiz. 5)
Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr isahl. 18 ¶16-25
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 150 Nomthandazo