Januwari 17-23
ABAGWEBI 20-21
Ingoma 47 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Qhubekani Nicela UYehova”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
ABa 20:16—Zazisetyenziswa njani izilingi kwiimfazwe zakudala? (w14 5/1 11 ¶4-6)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) ABa 20:1-13 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 5)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Thetha ngevidiyo ethi Ngoobani AmaNgqina KaYehova? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 17)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) lffi isifundo 03 intshayelelo nesiqendu 1-3 (th isifundo 4)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Indalo Isenza Sibuthembe Nangakumbi Ubulumko BukaYehova”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Ngaba Yadalwa? Iimbovane Zenza Njani Ukuze Zingagilani? nethi Ngaba Yadalwa? Indlela Inyosi Ekwazi Ngayo Ukubhabha Kakuhle. Khuthaza ibandla ukuba libukele iividiyo eziphantsi komxholo othi “Ngaba Yadalwa?” ku-jw.org/xh kunqulo lwabo lwentsapho.
Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr icandelo 5, isahl. 19 ¶1-6, qala udlale ividiyo yentshayelelo, nebhokisi 19A
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 87 Nomthandazo