Januwari 24-30
RUTE 1-2
Ingoma 108 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Bonisa Uthando Olungagungqiyo”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Rut 1:20, 21—Kwakutheni ukuze uNahomi athi uYehova ubenze krakra ubomi bakhe? (w05 3/1 27 ¶1)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Rut 1:1-17 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 12)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Thetha ngevidiyo ethi Kutheni Ufanele Ufunde IBhayibhile? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 9)
Intetho: (imiz. 5) ia 43-44 ¶5-9—Umxholo: Ngoobani Abakha Intsapho? (th isifundo 20)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Qiniseka Ngothando LukaYehova Olungagungqiyo”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Ingxelo YeKomiti Yabanxibelelanisi Ka-2019.
Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr isahl. 19 ¶7-15
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 97 Nomthandazo