Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Ukulandela Ukhokelo Kusenza Siphumelele

Ukulandela Ukhokelo Kusenza Siphumelele

UDavide wayefuna kubuyiselwe ityeya yesivumelwano eYerusalem (1Kr 13:3)

Akazange aphumelele xa wavumela ukuba ityeya ihanjiswe ngendlela engafanelekanga (1Kr 15:13; w03 5/1 10-11)

UDavide waphumelela xa wafuna ukhokelo lukaYehova (1Kr 15:2; 16:11; w03 5/1 11 ¶13)

UYehova uyazixabisa iinjongo zethu ezintle. Kodwa ke, ukuze izinto esizenzayo zamkeleke kuYehova simele silandele ukhokelo lwakhe.—Dut 30:16.