Februwari 27–Matshi 5
1 KRONIKE 20-22
Ingoma 133 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Nceda Abasebatsha Baphumelele”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
1Kr 21:15—Le vesi isifunda ntoni ngoYehova? (w05 10/1 11 ¶6)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 1Kr 20:1-8 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 1)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mnike isimemo seentlanganiso zebandla, uze uthethe ngevidiyo ethi Yintoni Eyenzekayo EHolweni YoBukumkani? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 19)
Intetho: (imiz. 5) w16.03 10-11 ¶10-15 —Umxholo: Lutsha—Zimiseleni Ukubhaptizwa. (th isifundo 16)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Sebenzisa Imigaqo YeBhayibhile Ukuze Uncede Abantwana Bakho Baphumelele”: (imiz. 10) Ingxubusho nevidiyo.
Iimfuno Zebandla: (imiz. 5)
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 38 isiqendu 5 neendawo ezithi: ufunde ntoni, khawutsho, into endizimisele ukuyenza
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 5 Nomthandazo