Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INDLELA YOKUPHILA

Sebenzisa Imigaqo YeBhayibhile Ukuze Uncede Abantwana Bakho Baphumelele

Sebenzisa Imigaqo YeBhayibhile Ukuze Uncede Abantwana Bakho Baphumelele

Abazali abangamaKristu bafuna abantwana babo bonwabe baze baneliseke xa bekhonza uYehova. Abazali bangabanceda abantwana babo baphumelele ngokubaqeqesha besebenzisa imigaqo yeBhayibhile.—IMi 22:6.

  • Yenza kube lula ukuba abantwana bakho bathethe nawe—Yak 1:19

  • Nawe yiba ngumzekelo.—Dut 6:6

  • Sanukuyeka ukukhonza uYehova ngazo zonke iindlela akhonzwa ngazo—Efe 6:4

BUKELA IVIDIYO ETHI YAKHA INDLU EQINILEYO—QEQESHA ABANTWANA ‘NGENDLELA ABAFANELE BAHAMBE NGAYO,’ UZE UPHENDULE LE MIBUZO:

  • Abazali bangabonisa njani ukuba abazibaxi izinto?

  • Abazali bangawusebenzisa njani umgaqo okuYakobi 1:19?

  • Abazali banokwenza ntoni xa kukho iingxaki?