Januwari 2-8
2 KUMKANI 22-23
Ingoma 28 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Kutheni Simele Sithobeke?”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
2Ku 23:24, 25—Abo baye bakhula nzima banokufunda ntoni kumzekelo kaYosiya? (w01 4/15 26 ¶3-4)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Ku 23:16-25 (th isifundo 2)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Utyelelo Lokuqala: Umthandazo—Nd 65:2. Mane uyimisa ividiyo xa kuvela umbuzo, uze ubuze ibandla.
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. (th isifundo 1)
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 5) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela uze uqalise isifundo seBhayibhile kwisifundo 01 kwincwadana ethi Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade! (th isifundo 16)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Uthobekile okanye Unekratshi? (Yak 4:6): (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo. Uze ubuze le mibuzo: Yintoni umahluko phakathi kokuthobeka nekratshi? Sifunda ntoni kumzekelo kaMoses? Kutheni uzimisele ukuba uhlale uthobekile?
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 33
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 23 Nomthandazo