Januwari 23-29
1 KRONIKE 4-6
Ingoma 42 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Imithandazo Yam Ibonisa Ukuba Ndingumntu Onjani?”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
1Kr 5:10—Ukoyiswa kwamaHagri kusikhuthaza njani xa sineengxaki ezinzima kakhulu? (w05 10/1 9 ¶7)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 1Kr 6:61-81 (th isifundo 2)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 3)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Thetha ngevidiyo ethi Kutheni Ufanele Ufunde IBhayibhile? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 14)
Isifundo seBhayibhile: (imiz. 5) lffi isifundo 08 neendawo ezithi: ufunde ntoni, khawutsho, into endizimisele ukuyenza (th isifundo 9)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Yilungele Ngoku Imeko Yezonyango Engxamisekileyo”: (imiz. 15) Ingxubusho nevidiyo. Mayinikelwe ngumdala. Shiya ixesha elaneleyo emva kwevidiyo ukuze ibandla likwaziukuphendula.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 35
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 88 Nomthandazo