Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Februwari 12-18

INDUMISO 5-7

Februwari 12-18

Ingoma 118 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

1. Hlala Uthembekile Nokuba Abanye Benza Izenzo Zokungathembeki

(imiz. 10)

Ngamanye amaxesha, uDavide waphelelwa luvuyo ngenxa yezenzo zabanye (INd 6:​6, 7)

Wathandaza kuYehova ukuba amncede (INd 6:​2, 9; w21.03 15 ¶7-8)

Ukuthembela kakhulu kukaDavide kuYehova kwamnceda wahlala ethembekile (INd 6:10)

KHAWUZIBUZE, ‘Ngaba ndakha ukholo oluqine ngokwaneleyo ukuze ndikwazi ukuhlala ndithembekile kuYehova nokuba benza ntoni abanye?’​—w20.07 8-9¶3-4.

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • INd 5:9​—Ifana njani imiqala yabantu abenza izinto ezimbi nengcwaba elivulekileyo? (it-1-E 995)

  • Ziintoni ozifundileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 3) KWINDLU NGENDLU. (lmd isifundo 1 ingongoma 3)

5. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 2) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Fumana indlela yokuxelela umntu oncokola naye ukuba ungomnye wamaNgqina kaYehova, ungakhange ube uthethe naye ngento edibene neBhayibhile. (lmd isifundo 2 ingongoma 4)

6. Ukubuyela

(imiz. 2) KWINDLU NGENDLU. Umntu oncokola naye ufuna ukuxabana nawe. (lmd isifundo 4 ingongoma 5)

7. Ukuthethelela Iinkolelo Zakho

(imiz. 4) Umboniso. ijwfq 64​—Umxholo: Kutheni AmaNgqina KaYehova Ekhetha Ukungazibhiyozeli Izinto Zelizwe? (lmd isifundo 3 ingongoma 4)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 99

8. Ingxelo Yonyaka Wenkonzo

(imiz. 15) Ingxubusho. Emva kokufunda ileta esuka kwiofisi yesebe ethetha ngengxelo yonyaka wenkonzo, cela ibandla ukuba liphendule ngezinye izinto ezintle elizibonileyo kwiNgxelo Yonyaka Wenkonzo WamaNgqina KaYehova Asehlabathini Lonke Ka-2023. Ncokola nabavakalisi obakhethe kwangaphambili abanamava amnandi entsimi ebudeni bonyaka odlulileyo.

9. ISifundo SeBhayibhile Sebandla

Amazwi Okuvala (imiz. 3) | Ingoma 83 Nomthandazo