Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Januwari 29–Februwari 4

YOBHI 40-42

Januwari 29–Februwari 4

Ingoma 124 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

1. Izinto Esizifundayo Kwibali LikaYobhi

(imiz. 10)

Masikhumbule ukuba indlela esizibona ngayo izinto asoze ifane nekaYehova (Yob 42:​1-3; w10 10/15 4 ¶4-6)

Vuma ukulungiswa nguYehova nayintlangano yakhe (Yob 42:​5, 6; w17.06 25 ¶12)

UYehova uyabasikelela abo bahlala bethembekile kuye nangona beneengxaki (Yob 42:​10-12; Yak 5:11; w22.06 25 ¶17-18)

UYehova wamsikelela uYobhi kuba wayethembekile

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • Yob 42:7​—Ngubani oyena mntu wayegxekwa ngabahlobo bakaYobhi abathathu, ibe ukwazi le nto kungasinceda njani sinyamezele xa abantu bethetha kakubi ngathi? (it-2-E 808)

  • Ziintoni ozifundileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 3) KWINDLU NGENDLU. Umntu oneenkolelo ezahlukileyo kwezakho. (lmd isifundo 5 ingongoma 3)

5. Ukwenza Abafundi

6. Intetho

(imiz. 4) lmd isihlomelo A ingongoma 2​—Umxholo: Umhlaba Soze Utshatyalaliswe. (th isifundo 13)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 108

7. Nceda Abanye Babone Ukuba Bayathandwa NguYehova

(imiz. 15) Ingxubusho.

Kuyasivuyisa ukukhonza uThixo oluthando. (1Yo 4:​8, 16) Uthando analo uYehova luyasitsala luze lusenze sifune ukuhlala singabahlobo bakhe. Sisonke njengabakhonzi bakhe siziva sithandwa nguye.

Senza konke esinako ngokuthi sixelise uYehova ngendlela esizithanda ngayo iintsapho zethu, abo sikhonza nabo kunye nabanye. (Yob 6:14; 1Yo 4:11) Ngokubonisa uthando, sinceda abanye bazi uYehova baze basondele kuye. Kanti, ukuba asibathandi abanye kusenokuba nzima ukuba bayikholelwe into yokuba bayathandwa nguYehova.

Dlala IVIDIYO ethi Intsapho KaYehova Yasithanda Nyhani. Uze ubuze lo mbuzo:

Kwizinto ebezibaliswa nguLei Lei noMimi ufunde ntoni ngokubaluleka kokubonisa uthando?

Singenza ntoni ukuze abazalwana noodade bazive bethandwa nguYehova?

  • Bajonge njengezimvu ezixabisekileyo zikaYehova.​—Nd 100:3

  • Bakhuthaze xa uthetha nabo.​—Efe 4:29

  • Zama ukuyiqonda indlela abavakalelwa ngayo.​—Mat 7:​11, 12

8. Isifundo SeBhayibhile Sebandla

Amazwi Okuvala (imiz. 3) | Ingoma 126 Nomthandazo