Februwari 5-11
INDUMISO 1-4
Ingoma 150 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)
1. Khetha Ukuba Kwicala LoBukumkani BukaThixo
(imiz. 10)
[Dlala IVIDIYO ethi Intshayelelo YeeNdumiso.]
Oorhulumente babantu bazenze iintshaba zoBukumkani bukaThixo (INd 2:2; w21.09 15 ¶8)
UYehova usabavulele ithuba lokugqibela bonke abantu ukuze bazikhethele ukuba baza kubuxhasa na uBukumkani bakhe (INd 2:10-12)
KHAWUZIBUZE, ‘Ngaba ndizimisele ukuhlala ndingathathi cala kuyo nantoni na enokwenza neepolitiki zelihlabathi, nokuba ndisenokujamelana nobunzima?’—w16.04 29 ¶11.
2. Ubuncwane ObuseBhayibileni
(imiz. 10)
INd 1:4—Kutheni abenzi-bubi befaniswa “nomququ ophetshethwa ngumoya”? (it-1-E 425)
Ziintoni ozifundileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
3. Ufundo LweBhayibhile
(imiz. 4) INd 3:1–4:8 (th isifundo 12)
4. Incoko Mayiziqhube—Into Eyenziwa NguFilipu
(imiz. 7) Ingxubusho. Dlala IVIDIYO, nize nithethe nge-lmd isifundo 2 ingongoma 1-2.
5. Incoko Mayiziqhube—Yenza NjengoFilipu
(imiz. 8) Ingxubusho esekelwe kwi-lmd isifundo 2 ingongoma 3-5 nendawo ethi “Jonga Nezi Vesi.”
Ingoma 32
6. Iimfuno Zebandla
(imiz. 15)
7. ISifundo SeBhayibhile Sebandla
(imiz. 30) bt isahl. 5 ¶9-15, nebhokisi ekwiphepha 41